Kumahebhere 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekubeni ngoko abantwana abo bengamadlelane naye ngenyama negazi, wathi naye ngokwakhe ngokukwanjalo wabelana nabo ngezo zinto, ukuze ngako ukufa ambhangise lowo unamandla okufa, oko kukuthi, uMtyholi lo;

Kumahebhere 2

Kumahebhere 2:4-18