Kumahebhere 11:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokholo uEnoki wafuduselwa emazulwini ukuba angaboni kufa; akaba nakufunyanwa ke, ngenxa enokuba uThixo wamfudusayo; kuba ngaphambi kokufuduswa kwakhe, wangqinelwa ukuba umkholise kakuhle uThixo.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:4-12