Kumahebhere 11:18-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. ekwakuthethwe kuye kwathiwa, Iya kubizwa ngoIsake imbewu yakho;

19. ecamanga ngokuthi, uThixo unako ukuvusa nakwabafileyo; apho athe ngoko wamzuza ngokomzekeliso.

20. Ngokholo uIsake wabasikelela uYakobi noEsawu, ngazo izinto eziza kubakho.

21. Ngokholo uYakobi uthe, xa aqhawukayo, wabasikelela oonyana bakaYosefu ngabanye, waqubuda esimelele ngentonga yakhe.

Kumahebhere 11