Kumahebhere 11:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ngoku bazolulela kwelona lilungileyo, oko kukuthi, kwelasemazulwini. Kungoko uThixo angenazintloni ngabo, ukuba kuthiwe unguThixo wabo, kuba ebalungisele umzi.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:9-23