Kumahebhere 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaza ndathi, Yabona, ndiyeza(Encwadini esongwayo kubhalwe ngam),Ndiza kwenza ukuthanda kwakho, Thixo.(INdum. 40:6-8)

Kumahebhere 10

Kumahebhere 10:1-9