Kumahebhere 10:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kufuneka ukuba nibe nomonde, ukuze nithi, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo, nizuzane nalo idinga.

Kumahebhere 10

Kumahebhere 10:31-39