Kumahebhere 10:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba navelana nam ndisezintanjeni; kananjalo nakwamkela ngovuyo ukuphangwa kweempahla zenu, nisazi ukuba ninayo kuni ngokwenu emazulwini eyona mpahla ilungileyo, ihlala ihleli.

Kumahebhere 10

Kumahebhere 10:32-37