Kumahebhere 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nanjengesambatho ùya kuwasonga,Asuke abe ngawambi;Ke wena ùkwanguwe,Nayo iminyaka yakho ayiyi kuphela.(INdum. 102:25-27)

Kumahebhere 1

Kumahebhere 1:2-14