Kumagalati 6:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bazalwana, ukuba umntu uthe waqutyulwa nokuqutyulwa sisiphoso esithile, nina bangaboMoya, mlulekeni onjalo ninomoya wobulali; uzilumkela ukuba ungĂ hendwa nawe.

2. Thwalisanani ubunzima, ize ngokunjalo niwuzalise umthetho kaKristu;

3. kuba umntu, ukuba uba uyinto, engento, uyazikhohlisa.

Kumagalati 6