Kumagalati 4:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngoku ke, nakuba nimazile uThixo, hayi kanye mandithi, nakuba naziwe nguThixo, nènza ntoni na ukubuya niguqukele kwiziqalelo ezingenamandla, ezingenaluncedo, enithanda ukubuya nikhonze zona ngokutsha?

Kumagalati 4

Kumagalati 4:8-14