Kumagalati 4:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Kusuke, kwanjengokuba wayesithi oko owazalwa ngokwenyama amtshutshise owazalwa ngokoMoya, kwaba njalo nakaloku.

30. Síthini na ke sona isibhalo? Síthi, Likhuphele phandle ikhobokazana nonyana walo; kuba unyana wekhobokazana akasayi kuba ndlalifa kunye nonyana wokhululekileyo.

31. Ngoko, bazalwana, asingabantwana bekhobokazana thina; singabowokhululekileyo.

Kumagalati 4