Kumagalati 4:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukulingwa kwam okwakusenyameni yam, anikwenzanga into engento, anikucekisanga nina nokukucekisa; nesuka nandamkela njengesithunywa sikaThixo, njengoKristu Yesu ngokwakhe.

Kumagalati 4

Kumagalati 4:13-24