Kumagalati 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isibhalo, síbona ke ngenxa engaphambili ukuba uThixo uyazigwebela iintlanga ngokwaselukholweni, sazishumayela ngenxa engaphambili iindaba ezilungileyo kuAbraham, sisithi, Ziya kusikelelelwa kuwe zonke iintlanga.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:5-11