Kumagalati 3:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukutsho ke ndithi, Umnqophiso ozinzisiweyo ngenxa engaphambili nguThixo, usingisele kuKristu, awunakuphangwa igunya ngumthetho, owabakhoyo emva kweminyaka engamakhulu omané anamanci mathathu, ukuze ulibhangise idinga elo.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:7-19