Kumagalati 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba bonke abangabasemisebenzini yomthetho, baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa, Baqalekisiwe bonke abangahlaliyo ezintweni zonke ezibhaliweyo encwadini yomthetho, ukuba bazenze.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:4-16