Kumagalati 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukuba, sífuna nje ukugwetyelwa ngoKristu, sìfunyanwa singaboni nathi ngokwethu, ndiyabuza ndithi, uKristu ungumlungiseleli wesono na ke ngoko?

Kumagalati 2

Kumagalati 2:15-20