Kumagalati 1:22-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. ndaye ke ndingàziwa ngesiqu ngawo amabandla akwelamaYuda, akuKristu;

23. banela ukuva kwakuphela ukuba, Lowo wayefudula esitshutshisa, ngoku ushumayela iindaba ezilungileyo zokholo abefudula elubhuqa.

24. Bamzukisa uThixo ngam.

Kumagalati 1