Kumagalati 1:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba amtyhile uNyana wakhe ngaphakathi kwam, ukuze ndimshumayele ngeendaba ezilungileyo phakathi kweentlanga: kwaoko andibhekisanga nto kwinyama negazi.

Kumagalati 1

Kumagalati 1:13-24