Mna Pawulos ndikubhalé ngesam isandla ukuthi, mna ndokuhlawula; endingàtshoyo kuwe ukuthi, kum ùnetyala elingaphezulu, elinguwe ngokwakho.