Sukani, nantso inqambi! Kwatshiwo ukumenyezwa kubo. Sukani, sukani, musani ukuphatha!Bakùsaba, baphamzela nalapho, kwathiwa phakathi kweentlanga,Mabangaphindi baphambukele khona.