Izililo 3:1-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndim indoda eboné iintsizi,ngentonga yokuphuphuma komsindo wakhe.

2. Úndikhokele wandihambisa ebumnyameni, akwaba sekukhanyeni.

3. Úbuyé wasiguqulela kum ndedwa isandla sakho imini yonke.

4. Úyonakalisile inyama yam nolùsu lwam; uwaphule amathambo am.

5. Úndakhele wandirhaqa ngenyongo nendiniso.

6. Úndibele ezindaweni ezimnyama, njengabafe ngonaphakade.

Izililo 3