UYehova ucingé ukonakalisa udonga lwentombi enguZiyon;Wolulé ulutya lokulinganisela, àkasibuyisa isandla sakhe ekuginyeni;Wenza ungqameko lomsele lwaba nesijwili, kwanodonga; zithokombisile kunye ezo zinto.