Izililo 2:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bóna, Yehova, ukhangele, ngubani na lo wènjénje ukumphatha kakubi?Abafazi bangádla isiqhamo somzimba wabo na? Badlè abantwana ababathantamisayo na?Angábulawelwa engcweleni yeNkosi na umbingeleli nomprofeti?

Izililo 2

Izililo 2:10-22