Izililo 1:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mabufike phambi kwakho bonke ububi bazo,Uziphathe njengoko wandiphatha ngako ngenxa yezikreqo zam zonke;Ngokuba kuninzi ukuncwina kwam, nentliziyo yam ityhafile.

Izililo 1

Izililo 1:14-22