Úlilungisa uYehova; ngokuba bendiphikise umlomo wakhe.Khanive, nonke zizwe, niwubone umvandedwa wam;Umthinjana wam namadodana am emke nokuthinjwa.