Izililo 1:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Idyokhwe yezikreqo zam ibotshwe sisandla sakhe;Zibhijelene, zenyuka zaba semqaleni wam, zawakhubekisa amandla am;INkosi yam indinikele ezandleni zabo ndingenakumisa kubo.

Izililo 1

Izililo 1:12-17