Izenzo 9:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe ke ekuhambeni kwakhe, wasondela eDamasko; waza ngesiquphe wabanekelwa ngeenxa zonke lukhanyiso oluvela ezulwini;

Izenzo 9

Izenzo 9:1-10