Izenzo 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi ke kuye iNkosi, Yiya; ngokuba lowo usisitya esinyuliweyo ndim, sokuphatha igama lam emehlweni eentlanga, nookumkani, kwanoonyana bakaSirayeli;

Izenzo 9

Izenzo 9:7-20