Izenzo 8:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xeshikweni ke babenyukile, baphuma emanzini, uMoya weNkosi wamthi xwi uFilipu; alaba sambona ithenwa, kuba lalihamba ngeyalo indlela livuya.

Izenzo 8

Izenzo 8:33-40