Izenzo 8:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawuvula ke uFilipu umlomo wakhe, waqalela kweso sibhalo, walishumayeza iindaba ezilungileyo zikaYesu.

Izenzo 8

Izenzo 8:27-39