Izenzo 8:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Usukile ke waya. Kwavela indoda engumTiyopiya,* ithenwa, isikhulu sikaKandase, ukumkanikazi wamaTiyopiya, ebiphethe bonke ubutyebi bakhe, eyayize kunqula uThixo eYerusalem.

Izenzo 8

Izenzo 8:23-33