Izenzo 8:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waye ke uSawule ekuthakazela ukusikwa kwakhe.Ke kaloku kwehla ngaloo mhla intshutshiso enkulu phezu kwalo ibandla eliseYerusalem; kanjalo bonke baba ziintsali emazweni akwaYuda naseSamariya, kwasala abapostile* bodwa.

2. Amthwala ke uStefano amadoda amoyikayo uThixo, aya kumngcwaba, amenzela isililo esikhulu.

Izenzo 8