Izenzo 7:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza wamnika umnqophiso wolwaluko; wathi yena ekuwo, wazala uIsake, wamalùsa ngomhla wesibhozo, waza uIsake wamenjenjalo uYakobi, waza noYakobi wabenjenjalo oomawokhulu abalishumi elinababini.

Izenzo 7

Izenzo 7:1-9