Izenzo 7:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wajika ke uThixo, wabanikela ukuba bakhonze umkhosi wezulu; njengoko kubhaliweyo encwadini yabaprofeti kwathiwa,Ningaba nisondezé kum imibingelelo neminikelo yini naIminyaka emashumi mané entlango, ndlu kaSirayeli?

Izenzo 7

Izenzo 7:41-51