Izenzo 7:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena lowo wabakhupha, akubon' ukuba wenzé izimanga nemiqondiso emhlabeni waseYiputa, naseLwandle oluBomvu,* nasentlango, iminyaka engamashumi omané.

Izenzo 7

Izenzo 7:28-40