Izenzo 7:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndikubonile ndakubona ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa, ndakuva nokuncwina kwabo; ndihlile, ukuze ndibahlangule. Yiza ngoku, ndikuthume eYiputa.

Izenzo 7

Izenzo 7:27-44