Izenzo 7:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe ke, kwakuzaliseka kuye ixesha leminyaka engamashumi amané, kwathi qatha entliziyweni yakhe ukukha aye kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.

Izenzo 7

Izenzo 7:15-26