Izenzo 5:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uPetros kuye, Yini na ukuba nivumelane ngokumlinga uMoya weNkosi? Uyabona, iinyawo zabo bangcwabe indoda yakho sezisemnyango; baya kukuthwalela phandle.

Izenzo 5

Izenzo 5:1-13