Izenzo 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oko úbe uhleli, ubungahleli kuwe na? Kanjalo úthengisiwe, ubungekhona na egunyeni lakho? Yini na ukuba uyibeke le nto entliziyweni yakho? Akuxoké kubantu, uxoke kuThixo.

Izenzo 5

Izenzo 5:1-10