Izenzo 5:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Indlu yamakhonkxwa siyifumene okunene ivalwe ngokuqinileyo kanye, nabalindi bemi ngaphandle phambi kweminyango. Sívulile ke, asifumananga mntu ngaphakathi.

Izenzo 5

Izenzo 5:22-24