Izenzo 4:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uPetros noYohane baphendula, bathi kubo, Yahlulani nina, ukuba bubulungisa na emehlweni kaThixo ukuva nina, kunokuva uThixo;

Izenzo 4

Izenzo 4:14-22