Izenzo 28:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke, uyise kaPubliyo walala phantsi, ebanjwe yicesina nokuxaxaza igazi; awathi uPawulos, engene kuye, wathandaza; wabeka izandla phezu kwakhe, wamphilisa.

Izenzo 28

Izenzo 28:6-14