Izenzo 28:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wona ke athi kuye, Thina asizuzanga zincwadi zithetha ngawe, zivele kwelakwaYuda; kananjalo akufikanga bani wakubazalwana, owabika, wathetha nto ikhohlakeleyo ngawe.

Izenzo 28

Izenzo 28:20-26