Izenzo 27:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakuba ke begaxeleke endaweni enolwandle ngeenxa zombini, wangqubeka khona umkhombe; umphambili wagxumekeka khona, wahlala awashukuma; ke sona isinqe saqhekeka ngamandla amaza.

Izenzo 27

Izenzo 27:40-44