Izenzo 27:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Singenile ke emkhombeni waseAdramita, sisiza kudlula ngakwimimandla yelaseAsiya, sanduluka, kwakubon' ukuba uAristarko, umMakedoni waseTesalonika, unathi.

Izenzo 27

Izenzo 27:1-9