Izenzo 26:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uPawulos, Ndithandaza kuThixo, ukuba ingabi nguwe wedwa, ibe ngabo bonke abandivayo namhlanje, abaya kuthi, nangokuncinane nangokukhulu, babe njengam nje, ngaphandle kwezi ntambo.

Izenzo 26

Izenzo 26:28-32