Izenzo 26:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiva kamnandi, kumkani Agripa, ndiza kuziphendulela nje phambi kwakho namhla, ngazo zonke izinto endimangalelwa ngazo ngamaYuda;

Izenzo 26

Izenzo 26:1-6