Izenzo 24:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akubon' ukuba ke uthetha ngobulungisa, nokuzeyisa, nangogwebo oluza kubakho, wangenwa kukoyika uFelikis, waphendula wathi, Hamba okwakalokunje: ke ndakùzuza ithuba, ndokubiza uze.

Izenzo 24

Izenzo 24:22-27