Izenzo 23:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uPawulos, Bendingazi, bazalwana, ukuba ungumbingeleli omkhulu; kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze ungathethi kakubi ngomphathi wabantu bakowenu.

Izenzo 23

Izenzo 23:3-8