Izenzo 23:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke wena uze ungoyisakali ngawo; kuba kuwo apho úlalelwe ngamadoda angaphezu kwamashumi amané, azibophileyo ngeziqalekiso, ukuba angadli angaseli ade ambulale; nangoku aselelungile, elinde idinga elivela kuwe.

Izenzo 23

Izenzo 23:11-24